Bulelani kuJehova lyrics - Lundi
Bulelani kuJehova ngokuba elungile kuba ububele bakhe bungunaphakade.
Asho amaIsrayeli izindlu zawo zonke athi ububele bakhe bungunaphakade.
Ndikhokhele weJehova ndikumhambi Nkosi
yami, wona amandla andinawo ndibuthakathaka.

Tags:
lyrics